1 Izikronike 1:46 XHO75

46 Wafa uHusham; uHadadi unyana kaBhedadi, owaxabela amaMidiyan emhlabeni wakwaMowabhi, waba ngukumkani esikhundleni sakhe; igama lomzi wakhe beliyiAviti.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 1

imbono 1 Izikronike 1:46 kwimeko