1 Izikronike 10:12 XHO75

12 esuka onke amadoda anobukroti, asithwala isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe, azizisa eYabheshe. Awangcwaba amathambo abo phantsi komterebhinti* eYabheshe, azila ukudla imihla yasixhenxe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 10

imbono 1 Izikronike 10:12 kwimeko