1 Izikronike 10:4 XHO75

4 Wathi uSawule kumphathi weentonga zakhe, Rhola ikrele lakho, undihlabe ngalo, hleze beze aba bangalukileyo, bafekethe ngam. Àkavuma umphathi weentonga zakhe, ngokuba ubesoyika kakhulu. Walithabatha uSawule ikrele, waziwisa phezu kwalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 10

imbono 1 Izikronike 10:4 kwimeko