1 Izikronike 14:8 XHO75

8 Athi ke amaFilisti, akuva ukuba uthanjiswe uDavide, waba ngukumkani kumaSirayeli onke, enyuka onke amaFilisti, aya kumfuna uDavide. Weva uDavide, waphuma waya kuwahlangabeza.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 14

imbono 1 Izikronike 14:8 kwimeko