1 Izikronike 15:29 XHO75

29 Kwathi ke ekufikeni kwetyeya yomnqophiso kaYehova emzini kaDavide, walunguza ngefestile uMikali, intombi kaSawule, wabona ukumkani uDavide esina, eqamba, wamcekisa entliziyweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 15

imbono 1 Izikronike 15:29 kwimeko