1 Izikronike 16:43 XHO75

43 Bahamba bonke abantu, elowo waya endlwini yakhe; wabuya ke uDavide, weza kusikelela indlu yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 16

imbono 1 Izikronike 16:43 kwimeko