17 Kuncinane oko ke emehlweni akho, Thixo; uthethé nangendlu yomkhonzi wakho wasingisa mgama; wandikhangela, wandenza umntu, wandinyusa, Yehova Thixo.
funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 17
imbono 1 Izikronike 17:17 kwimeko