1 Izikronike 18:4 XHO75

4 UDavide wazithimbela iwaka leenqwelo zokulwa, namawaka asixhenxe abamahashe, namashumi omabini amawaka angumqikela. UDavide wawanqumla imisipha onke amahashe eenqwelo zokulwa, washiya kuwo aweenqwelo alikhulu.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 18

imbono 1 Izikronike 18:4 kwimeko