1 Izikronike 19:7 XHO75

7 Baziqeshela amashumi amathathu anamabini amawaka eenqwelo zokulwa, nokumkani waseMahaka, nabantu bakhe; beza ke bamisa iintente phambi kweMedebha. Oonyana baka-Amon bahlanganisana, bephuma emizini yabo, beza kulwa.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 19

imbono 1 Izikronike 19:7 kwimeko