10 URam wazala uAminadabhi; uAminadabhi wazala uNashon, inkulu yoonyana bakaYuda.
11 UNashon wazala uSalima;
12 uSalima wazala uBhohazi; uBhohazi wazala uObhede; uObhede wazala uYese.
13 UYese wazala uEliyabhi, amazibulo akhe, noAbhinadabhi owesibini, noShama owesithathu,
14 noNataniyeli owesiné, noRadayi owesihlanu,
15 no-Otsem owesithandathu, noDavide owesixhenxe.
16 Oodade babo baye bengooTseruya noAbhigali. Oonyana bakaTseruya nguAbhishayi, noYowabhi, noAsaheli; bathathu.