1 Izikronike 2:28 XHO75

28 Oonyana bakaOnam babenguShamayi, noYada. Oonyana bakaShamayi nguNadabhi, noAbhishure.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 2

imbono 1 Izikronike 2:28 kwimeko