36 UAtayi wazala uNatan; uNatan wazala uZabhadi.
37 UZabhadi wazala uEfelali; uEfelali wazala uObhede;
38 uObhede wazala uYehu; uYehu wazala uAzariya;
39 uAzariya wazala uHeletse; uHeletse wazala uElasa;
40 uElasa wazala uSisamayi;
41 uSisamayi wazala uShalum; uShalum wazala uYekamiya; uYekamiya wazala uElishama.
42 Oonyana bakaKalebhi, umkhuluwa kaYerameli, nguMesha amazibulo akhe, obenguyise wabaseZifi, noonyana bakaMaresha, uyise kaHebron.