1 Izikronike 20:1 XHO75

1 Kwathi ukuvela komnyaka, ngexesha lokuphuma kookumkani, uYowabhi wayeyiphethe impi ephuma umkhosi; walonakalisa ilizwe loonyana baka-Amon, wafika wayingqinga iRabha. UDavide yena wahlala eYerusalem. UYowabhi ke wayichitha iRabha, wayitshabalalisa.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 20

imbono 1 Izikronike 20:1 kwimeko