1 Izikronike 21:17 XHO75

17 Wathi uDavide kuThixo, Asindim yini na othe mababalwe abantu? Yaba ndim ke owonileyo, ndenza ububi ukwenza oko; ke ezi zimvu zenzé ntoni na zona? Yehova Thixo wam, isandla sakho masifikele mna, nendlu kabawo, singàbi kubantu bakho, ukuba babulawe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 21

imbono 1 Izikronike 21:17 kwimeko