1 Izikronike 22:5 XHO75

5 Wathi uDavide, USolomon unyana wam mncinane, uthambile; ke indlu eza kwakhelwa uYehova yeyokukhulisa, inyuse igama lakhe nodumo lwakhe emazweni onke; ngoko ke ndokha ndimlungiselele. Walungisa ke kakhulu uDavide phambi kokufa kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 22

imbono 1 Izikronike 22:5 kwimeko