1 Izikronike 25:9 XHO75

9 Iqashiso lokuqala laphuma ngoAsafu, noYosefu: yena, nabazalwana bakhe, noonyana bakhe, baba lishumi elinababini; iqashiso lesibini noGedaliya: yena nabazalwana bakhe noonyana bakhe baba lishumi elinababini;

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 25

imbono 1 Izikronike 25:9 kwimeko