1 Izikronike 26:25 XHO75

25 Abazalwana bakhe bakwaEliyezere nguRehabhiya unyana wakhe, noYeshaya, unyana wakhe, noYoram unyana wakhe, noZikri unyana wakhe, noShelomoti unyana wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 26

imbono 1 Izikronike 26:25 kwimeko