1 Izikronike 26:28 XHO75

28 Zonke izinto abezingcwalisile uSamuweli imboni, noSawule unyana kaKishe, noAbhinere unyana kaNere, noYowabhi unyana kaTseruya, zonke izinto abezingcwalisile nabani, zaba phantsi kwesandla sikaShelomoti nabazalwana bakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 26

imbono 1 Izikronike 26:28 kwimeko