1 Izikronike 26:32 XHO75

32 Nabazalwana bakhe, amakroti angamawaka amabini anamakhulu asixhenxe, ooyise bezindlu, uDavide ukumkani wabenza abaphathi bamaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase, ezintweni zonke zikaThixo, nasezintweni zokumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 26

imbono 1 Izikronike 26:32 kwimeko