1 Izikronike 29:14 XHO75

14 Ngokuba ndingubani na mna, bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okunika ngokuqhutywa yintliziyo njengoku? Ngokuba zivela kuwe zonke izinto; sikunika okuvele esandleni sakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 29

imbono 1 Izikronike 29:14 kwimeko