1 Izikronike 4:27 XHO75

27 UShimehi ubenoonyana abalishumi elinabathandathu, neentombi ezintandathu; abazalwana bakhe ababanga nabantwana baninzi; wonke umzalwane wabo awandanga njengonyana bakaYuda.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 4

imbono 1 Izikronike 4:27 kwimeko