1 Izikronike 4:4 XHO75

4 noPenuweli ozala amaGedore, noEzere ozala amaHusha. Ngabo abo oonyana bakaHuri, amazibulo kaEfrata, ozala amaBhetelehem.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 4

imbono 1 Izikronike 4:4 kwimeko