1 Izikronike 5:18 XHO75

18 Oonyana bakaRubhen, namaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase, kumakroti, amadoda anokuphatha ingweletshetshe nekrele, nokugoba isaphetha, afundiswe ukulwa, ngamashumi amané anesiné amawaka, anamakhulu asixhenxe, anamanci amathandathu, abephuma umkhosi.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 5

imbono 1 Izikronike 5:18 kwimeko