1 Izikronike 6:62 XHO75

62 Oonyana bakaGershom ngokwemizalwane yabo banikwa esizweni sakwaIsakare, nasesizweni sakwa-Ashere, nasesizweni sakwaNafetali, nasesizweni sakwaManase eBhashan, imizi yalishumi elinamithathu.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 6

imbono 1 Izikronike 6:62 kwimeko