1 Izikronike 6:65 XHO75

65 Babanika ngeqashiso esizweni soonyana bakaYuda, nasesizweni soonyana bakaSimon, nasesizweni soonyana bakaBhenjamin, yona le mizi ibiziweyo ngamagama ayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 6

imbono 1 Izikronike 6:65 kwimeko