78 naphesheya kweYordan ngaseYeriko, ngasempumalanga kweYordan esizweni sakwaRubhen: iBhetsere esentlango namadlelo ayo, neYatsa namandlelo ayo,
79 neKedemoti namadlelo ayo, neMefahta namadlelo ayo; nasesizweni sakwaGadi:
80 iRamoti yaseGiliyadi namadlelo ayo, neMahanayim namadlelo ayo,
81 neHeshbhon namadlelo ayo, neYazere namadlelo ayo.