31 Oonyana bakaBheriya nguHebhere, noMalekiyeli, onguyise kaBhirzaviti.
32 UHebhere wazala uYafelete, noShomere, noHotam, noShuwa udade wabo.
33 Oonyana bakaYafelete nguPasaki, noBhimhali, noAshevati.
34 Ngabo abo oonyana bakaYafelete. Oonyana bakaShemere nguAhi, noRoga, noYehubha, noAram.
35 Oonyana bakaHelem umzalwana wakhe nguTsofa, noImna, noSheleshe, noAmali.
36 Oonyana bakaTsofa nguSuwa, noHarenefere, noShuwali, noBheri,
37 noImra, nguBhetsere noHodi, noShama, noShilesha, noItran, noBhehera.