1 Izikronike 7:40 XHO75

40 Bonke abo babengoonyana baka-Ashere: iintloko zezindlu zooyise, amagorha ahleliweyo anobukroti, iintloko zezikhulu. Ukubhalwa kwabo emilibeni yokuzalwa kwasemkhosini, ukuba balwe, babengamadoda angamashumi omabini anamathandathu amawaka, inani lawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 7

imbono 1 Izikronike 7:40 kwimeko