12 Oonyana bakaElipahali: nguEbhere, noMisham, noShemere, owayakhayo iOno, neLodi namagxamesi ayo.
13 NgooBheriya noShema abaziintloko zezindlu zooyise kubemi baseAyalon, abagxotha abemi baseGati.
14 OoAhiyo, noShashaki, noYeremoti,
15 noZebhadiya, noAradi, noEdere,
16 noMikayeli, noIshpa, noYoha babengoonyana bakaBheriya.
17 OoZebhadiya, noMeshulam, noHizeki, noHebhere,
18 noIshmerayi, noYeziliya, noYobhabi babengoonyana bakaElepahali.