21 noAdaya, noBheraya, noShimrati babengoonyana bakaShimehi.
22 OoIshpan, noEbhere, noEliyeli,
23 noAbhedon, noZikri, noHanan, noHananiya,
24 noElam, noAntotiya, noIfediya,
25 noPenuweli babengoonyana bakaShashaki.
26 OoShamesherayi, noShehariya, noAtaliya,
27 noYareshiya, noEliya, noZikri babengoonyana bakaYeroham.