1 Izikronike 8:38 XHO75

38 UAtsele ebenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo; nguAzerikam, nguBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Bonke abo babengoonyana baka-Atsele.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 8

imbono 1 Izikronike 8:38 kwimeko