1 Izikronike 8:40 XHO75

40 Oonyana bakaUlam babengamadoda angamagorha anobukroti, abagoba isaphetha; babenoonyana abaninza, noonyana boonyana, ikhulu elinamanci mahlanu. Bonke abo babengaboonyana bakaBhenjamin.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 8

imbono 1 Izikronike 8:40 kwimeko