1 Izikronike 9:22 XHO75

22 Bonke bephela, behleliwe ukuba babe ngabagcini bamasango, babengamakhulu amabini, anashumi-nye linababini. Bona babebhalwe emilibeni yabo yokuzalwa emizaneni yabo. Bona bamiswa nguDavide noSamuweli imboni, ngokunyaniseka kwabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 9

imbono 1 Izikronike 9:22 kwimeko