1 Izikronike 9:44 XHO75

44 UAtsele ubenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo: nguAzerikam, noBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Ngabo abo oonyana baka-Atsele.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 9

imbono 1 Izikronike 9:44 kwimeko