1 Ookumkani 10:10 XHO75

10 Ukumkanikazi wamnika ukumkani ikhulu elinamanci amabini eetalente* zegolide, nasebulawini into eninzi kunene, namatye anqabileyo; akuzanga kube saziswa bulawu bungangobo ukuba buninzi kwabo, obo ukumkanikazi waseShebha wabunika ukumkani uSolomon.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 10

imbono 1 Ookumkani 10:10 kwimeko