1 Ookumkani 11:24 XHO75

24 Wabuthela kuye amadoda, waba ngumthetheli wempi, ekubabulaleni kukaDavide abo. Baya ke eDamasko, bahlala khona, baba nobukumkani eDamasko.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 11

imbono 1 Ookumkani 11:24 kwimeko