1 Ookumkani 11:25 XHO75

25 Waba lutshaba lwamaSirayeli yonke imihla kaSolomon; ke ngobu bubi wabenzáyo uHadade, wakruquka ngamaSirayeli; waye engukumkani kwa-Aram.*

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 11

imbono 1 Ookumkani 11:25 kwimeko