1 Ookumkani 12:10 XHO75

10 Athetha ke kuye amadodana aziintanga zakhe, esithi, Yithi kwaba bantu bathethe kuwe, besithi, Uyihlo wayenza nzima idyokhwe yethu, yenze lula kuthi wena; yithi kubo, Ucikicane wam uya kuba nesibili kunesinqe sikabawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:10 kwimeko