1 Ookumkani 12:11 XHO75

11 Ke, ekubeni ubawo ebenithwalise idyokhwe enzima, mna ke ndiya kongeza edyokhweni yenu; ubawo ubenibetha ngeentsontelo, mna ke ndiya kunibetha ngeekatsi.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:11 kwimeko