1 Ookumkani 12:20 XHO75

20 Kwathi, akuva onke amaSirayeli ukuba uYarobheham ubuyile, athumela ambizela ebandleni, amenza ukumkani wamaSirayeli onke; akwabakho ulandela indlu kaDavide, saba sisizwe sakwaYuda sodwa.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:20 kwimeko