1 Ookumkani 12:21 XHO75

21 Weza uRehabheham eYerusalem, wabizela ndawonye yonke indlu yakwaYuda, kwanesizwe sakwaBhenjamin, ikhulu elinamanci asibhozo lamawaka amadodana okulwa imfazwe, ukuba aye kulwa nendlu kaSirayeli, bubuyisèlwe ubukumkani kuRehabheham unyana kaSolomon.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:21 kwimeko