1 Ookumkani 12:27 XHO75

27 Ukuba bathe benyuka aba bantu, baya kubingelela endlwini kaYehova eYerusalem, yobuya intliziyo yaba bantu iye enkosini yabo, kuRehabheham, ukumkani wakwaYuda; bandibulale mna, babuyele kuRehabheham ukumkani wakwaYuda.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:27 kwimeko