1 Ookumkani 12:28 XHO75

28 Waceba ke ukumkani, wenza amathole egolide amabini; wathi kubo, Niyaxhamleka kukunyuka niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho, Sirayeli, owakukhuphayo ezweni laseYiputa!

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:28 kwimeko