1 Ookumkani 13:8 XHO75

8 Wathi umfo wakwaThixo kukumkani, Ùngafanelana uthe wandinika isiqingatha sendlu yakho, andingekhe ndiye nawe, andingekhe ndidle sonka, andingekhe ndisele manzi kule ndawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 13

imbono 1 Ookumkani 13:8 kwimeko