1 Ookumkani 13:9 XHO75

9 Ngokuba kwenjiwa nje ukumiselwa kwam lilizwi likaYehova, kwathiwa, Uze ungadli sonka, ungaseli manzi, ungabuyi ngendlela obuzé ngayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 13

imbono 1 Ookumkani 13:9 kwimeko