1 Ookumkani 16:18 XHO75

18 Kwathi, akubona uZimri ukuba uza kuthinjwa umzi, wangena enqabeni yendlu yokumkani, wayitshisa ngomlilo phezu kwakhe indlu yokumkani, wafa;

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:18 kwimeko