1 Ookumkani 16:19 XHO75

19 ngenxa yezono zakhe awona ngazo, wenza okubi emehlweni kaYehova, wahamba ngendlela kaYarobheham, nangezono zakhe awazenzayo wawonisa ngazo amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:19 kwimeko