1 Ookumkani 16:26 XHO75

26 Wahamba ngendlela yonke kaYarobheham unyana kaNebhati, nangezono zakhe awawonisa ngazo amaSirayeli, ukumqumbisa uYehova uThixo kaSirayeli ngezinto zabo ezingento.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:26 kwimeko