1 Ookumkani 17:23 XHO75

23 Wamthabatha uEliya umntwana, wehla naye egumbini eliphezulu, waya endlwini, wamnika unina; wathi uEliya, Uyabona, úphilile unyana wakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 17

imbono 1 Ookumkani 17:23 kwimeko