1 Ookumkani 17:24 XHO75

24 Wathi loo mfazi kuEliya, Kaloku ke ndiyazi ukuba ungumfo wakwaThixo wena, nelizwi likaYehova elisemlonyeni wakho liyinyaniso.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 17

imbono 1 Ookumkani 17:24 kwimeko